IINdaba

IINdabaLlitaba

Funda nto kwizilwanyane!

Kuninzi esinokufunda kwizilwanyana, ukusukela kwindlela ezenza ngayo nendlela eziye zikhawulelane ngayo nembalela. Mhla kukho imbalela akunofane ubone isilwanyane kunzima ukuba siphume ebuhlanti siye emadlelweni nokuba sisazi amadlelo omile. Sizakupuma eleke…

Read More
IINdabaLlitaba

uXhela Gwenxa

uXhela Gwenxa ukuxhela yenye yento ezibalulekileyo kumzi omnyama, kodwa indlela oxhela yinto apha esingayijongisisiyo. Isilinywana nesiphi na sinemiqathango ebekiweyo ekumele sixhelwa ngayo, nto le encedisana nobume benyama leyo izophuma apho…

Read More