KUZA INGXIKELA YOWEMASKANDI EMAMPONDWENI
Abaculi bomculo we Maskandi abaphuma emaMpondweni baza kudibana nabaphuma kwaZulu Natal, kohlukane ooshuni xa kuza kube kubanjwe ingxikela yomnyhadala womculo we Maskandi ngomhla wamashumi amabini anesithathu kweyoMsintsi kulo nyaka wama-2023.
